- IngomaUnje ngengoma, engishay’ ubusuku bonke
Ngiyokwenze njani, ngaphandle kwakho
Unje ngengoma wena, engishay’ ubusuku bonke
Ngiyokwenze njani, ngaphandle kwakho
Chorus
Yhe weeena uyingoma
Wen’uyingoma, wen’uyingoma
IngomaUnje ngengoma
Engishay' ubusuku bonke
Ngiyokwenze njani ngaphandle kwakho
Unje ngengoma wena
Engishay’ ubusuku bonke
Ngiyokwenze njani, ngaphandle kwakho
Yhe weeena uyingoma (we)
Wen'uyingoma (we), wen'uyingoma(we)
JikijelaJikijela ngamatye
Sobashaya ngamatye
Ngob' uzobuya nini
Jikijela ngamatye
Sobashaya ngamatye
Ngob' uzobuya nini
Jikijela ngamatye
Sobashaya ngamatye
LahlumlenzeOh, yindaba kabani le?
Yindaba kaban'uma ndilahl'umlenze
Yindaba kabani?
Oh, yindaba kabani le?
Yindaba kaban'uma ndilahl'umlenze
Yindaba kabani?
Oh, yindaba kabani le?
Yindaba kaban'uma ndilahl'umlenze
NdilindeHe he ha he he ha he he ha
Soze ndilibale
Imini esadibana ngayo
Nendlela owawungayo soze
Oh umphefumlo wam
Zola nhliziyo
Zola nhliziyo yam Oh, oh
Ohhhh ndilinde
NdiyahambaNdiyekeleni ndiyahambambambambamba
Ndiyekeleni ndiyahambambambambamba
Tyhini ndiyahamba
Ndiyahamba
Niyahamba
Ndiyekeleni ndiyahambambambambamba
Ndiyekeleni ndiyahambambambambamba
Tyhini ndiyahamba
WakrazulwaWakrazulwa ngenxa yami
Liwa laphakade
Kuze ngizifihle kuwe
Nxeba lika Yesu
Yeyani na le mikrozo
Kwelo cala lakho?
Yeyegazi, Yeyamanzi
Mandihlanjululwe
West WindWestwind
Blow ye gentle
Over the souls of yesterday
My sons and my daughters
Here within my heart they lay
Guard each galant warriors claim
I am the soil from which they came
Guard each galant warriors claim