Nathi все тексты (слова) песен, переводы, видео, клипы
- Ndenzenjani
Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani he he he yeyi
Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani
Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani he he heh yeye
Ndimane ndizibuz' ukuthi ndingenzanjani
Koluthando ndiboni ngozi
Koluthando ndiboni ntshaba
Zezilungiswe nguwe zonto ndenzenjani
Koluthando ndiboni ngozi
- Nomvula
Ngeba siyathandana
Uyal'uba sithandane silal'emadongeni
Ndibanjwa nguwe
Uyal'uba sithandane silal'emadongeni
Nguwe lo
Uyal’uba sithandane silal'emadongeni
Ndenziwa nguwe
Uyal'uba sithandane silal'emadongeni