Amadodana Ase A.P.B.C все тексты (слова) песен, переводы, видео, клипы
Ndikhangele ngobubeleNdikhangele (Ngobubele )
oh nkosi yam
Nguwe (Nguwe owandifele )
oh nkosi yam
Wehla (Wehla ezulwini lakho)
Wabuncama(Wabuncama ubomi bakho)
(Ndive usindiso lwakho)
Oh nkosi yam
Nkosi sihlangeneNkosi (nkosi sihlangene)
Kuyo (Kuyo indlu yakho)
Yiza nawe (Yiza nawe)
Sesingene( Sesingene)
Ebusweni (Ebusweni bakho)
Intliziyo(Intliziyo zethu)
Ziya (Ziya kugulela)
Kwa nemiphefumlo (Kwa nemiphefumlo yethu)
Nkosi yami ubundithandaNkosi yam (Nkosi yam ubundithanda )
Ekulahleni (Ekulahlekeni kwam)
Nkosi yam (Nkosi yam wamanulanda)
Futhi emkhondeni (Futhi emkhondweni wam)
Ndafunywana (Ndafunywana)
Ndafunywana (Ndafunywana)
Ndafunyanwa (Ndafunyana nkosi yam)
Ndafunyanwa (Ndafunyana nkosi yam)
WakrazulwaWakrazulwa (Ngenxa yami)
Ngenxa yami liwa (liwa laphakade)
Kuze Ndizi (kuze ndizifihle)
Ndizifihle (kuze ndizifihle kuwe )
Nxeba (Nxeba lika yesu)
Yeyanina (yeyanina le mikrozo)
Yeyanina ( Le mikrozo)
Lemikrozo (Kwelo cala lakho)
WazithwalizonoWazithwal'izono Yesu
Zingezono Zakho
Walihlawul'ityala Yesu
Lingetyala Lakho
Wawungumntu oneentsizi
Ungemoni Wena
Laphalal'iGazu Lakho
Uyingcwele Wena